5 Yaye ndiza kunikela yonke ingqwebo yesi sixeko nemveliso yaso yonke nezinto zonke ezixabisekileyo zaso; nobuncwane bonke bookumkani bakwaYuda ndiza kubunikela esandleni seentshaba zabo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kubuphanga babuthabathe baze babuse eBhabhiloni.+