INdumiso 139:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Amehlo akho andibona ndiseyimbumba,+Yaye zonke iinxalenye zam zazibhalwe phantsi encwadini yakho,Ngokubhekisele kwiimini ezayilwa ngazo+Kwakungekabikho nanye phakathi kwazo.
16 Amehlo akho andibona ndiseyimbumba,+Yaye zonke iinxalenye zam zazibhalwe phantsi encwadini yakho,Ngokubhekisele kwiimini ezayilwa ngazo+Kwakungekabikho nanye phakathi kwazo.