Duteronomi 32:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+ Isaya 42:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Waqhubeka ke Yena ephalazela kuye ubushushu, umsindo wakhe, namandla emfazwe.+ Kwaye baqhubeka bemdla macala onke,+ kodwa akazange aphawule;+ baqhubeka bemtshisa, kodwa engakubekeli ntliziyo oko.+ Hebhere 12:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kuba uThixo wethu ukwangumlilo odlayo.+
22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uya kuvutha ude use eShiyol, eyeyona ndawo isezantsi,+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawo+Uvuthise neziseko zeentaba.+
25 Waqhubeka ke Yena ephalazela kuye ubushushu, umsindo wakhe, namandla emfazwe.+ Kwaye baqhubeka bemdla macala onke,+ kodwa akazange aphawule;+ baqhubeka bemtshisa, kodwa engakubekeli ntliziyo oko.+