INdumiso 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Unoyolo+ umntu ongahambanga ngecebo labangendawo,+Ongemanga endleleni yaboni,+Nongahlalanga esihlalweni sabagculeli.+
1 Unoyolo+ umntu ongahambanga ngecebo labangendawo,+Ongemanga endleleni yaboni,+Nongahlalanga esihlalweni sabagculeli.+