25 Kungenxa yoko le nto umsindo kaYehova uvutha ebantwini bakhe, yaye uya kusolula isandla sakhe nxamnye nabo aze ababethe.+ Neentaba ziya kuphazamiseka,+ nezidumbu zabo ziya kuba njengenkunkuma phakathi kwezitrato.+
Ngenxa yako konke oku umsindo wakhe awubuyanga, kodwa isandla sakhe usasolulile.