Duteronomi 28:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYehova wokusa wena+ nokumkani wakho+ oya kummisa phezu kwakho kuhlanga ongalwaziyo, wena nookhokho bakho; wokhonza khona thixo bambi, abenziwe ngomthi namatye.+ 2 Kronike 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nam ndiza kubancothula kumhlaba wam endabanika wona;+ nale ndlu endiyingcwalisele+ igama lam, ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye ndiya kuyenza umzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.+
36 UYehova wokusa wena+ nokumkani wakho+ oya kummisa phezu kwakho kuhlanga ongalwaziyo, wena nookhokho bakho; wokhonza khona thixo bambi, abenziwe ngomthi namatye.+
20 nam ndiza kubancothula kumhlaba wam endabanika wona;+ nale ndlu endiyingcwalisele+ igama lam, ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye ndiya kuyenza umzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.+