Eksodus 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+ Roma 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+
16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+
17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+