IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 3:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Aya kuzila+ amasango akho, avakalise usizi, kukhuculwe konke okukuwe. Uya kuhlala bhaxa phantsi emhlabeni.”+

  • Yeremiya 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Kutheni na sahlala? Zihlanganiseni ndawonye, singene ezixekweni ezinqatyisiweyo+ size sithi cwaka apho. Kuba uYehova uThixo wethu usivale umlomo,+ kwaye usiseza amanzi anetyhefu,+ ngenxa yokuba simonile uYehova.

  • IZililo 3:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Mayihlale yodwa ize ithi cwaka,+ ngenxa yokuba ebeke okuthile phezu kwayo.+

  • Amosi 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke yena kanye onengqiqo uya kuthi cwaka ngelo xesha, kuba iya kuba lixesha lentlekele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share