INdumiso 35:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kwanemilomo yabo bandivulela ibe banzi.+Bathe: “Heke! Heke! iliso lethu likubonile oku.”+ Obhadiya 13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye ubungafanelanga uye esangweni labantu bam ngemini yentlekele yabo.+ Kwanawe, ubungafanelanga uqondele kwintlekele yakhe ngemini yentlekele yakhe; yaye ubungafanelanga wolulele isandla kwindyebo yakhe ngemini yentlekele yakhe.+
13 Yaye ubungafanelanga uye esangweni labantu bam ngemini yentlekele yabo.+ Kwanawe, ubungafanelanga uqondele kwintlekele yakhe ngemini yentlekele yakhe; yaye ubungafanelanga wolulele isandla kwindyebo yakhe ngemini yentlekele yakhe.+