INdumiso 31:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke mna, ndithe ndakuphakuzela:+“Ngokuqinisekileyo ndiya kutshatyalaliswa phambi kwamehlo akho.”+Ngokuqinisekileyo ulivile ilizwi lokubongoza kwam xa bendikhalela uncedo kuwe.+
22 Ke mna, ndithe ndakuphakuzela:+“Ngokuqinisekileyo ndiya kutshatyalaliswa phambi kwamehlo akho.”+Ngokuqinisekileyo ulivile ilizwi lokubongoza kwam xa bendikhalela uncedo kuwe.+