Duteronomi 29:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’ 1 Kumkani 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Le ndlu ngokwayo iya kuba yimfumba yamanxuwa.+ Wonk’ ubani odlula ngakuyo uya kuyijonga ethe manga+ yaye uya kubetha umlozi ngokuqinisekileyo aze athi, ‘Kungenxa yasiphi isizathu ukuba uYehova enjenje kweli lizwe nakule ndlu?’+
24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’
8 Le ndlu ngokwayo iya kuba yimfumba yamanxuwa.+ Wonk’ ubani odlula ngakuyo uya kuyijonga ethe manga+ yaye uya kubetha umlozi ngokuqinisekileyo aze athi, ‘Kungenxa yasiphi isizathu ukuba uYehova enjenje kweli lizwe nakule ndlu?’+