Yeremiya 26:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi ke akuba egqibile uYeremiya ukuthetha konke oko uYehova wayemyalele ukuba akuthethe kubo bonke abantu, bandula ke ababingeleli nabaprofeti nabo bonke abantu bambamba, besithi: “Ngokuqinisekileyo uya kufa.+ Mateyu 23:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko ke ninikela ubungqina nxamnye nani ngokwenu ukuba ningoonyana babo babulala abaprofeti.+ Luka 11:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 “Yeha nina, ngokuba nakha amangcwaba enkumbulo abaprofeti, ukanti babulawa ngookhokho benu!+ IZenzo 7:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Nguwuphi na kubaprofeti abangazange bamtshutshise ookhokho benu?+ Ewe, bababulala+ abo benza isaziso kwangaphambili ngokuza kwaLowo ulilungisa,+ eniye nangabangcatshi nababulali bakhe ngoku,+
8 Kwathi ke akuba egqibile uYeremiya ukuthetha konke oko uYehova wayemyalele ukuba akuthethe kubo bonke abantu, bandula ke ababingeleli nabaprofeti nabo bonke abantu bambamba, besithi: “Ngokuqinisekileyo uya kufa.+
52 Nguwuphi na kubaprofeti abangazange bamtshutshise ookhokho benu?+ Ewe, bababulala+ abo benza isaziso kwangaphambili ngokuza kwaLowo ulilungisa,+ eniye nangabangcatshi nababulali bakhe ngoku,+