Yeremiya 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa mna ke, ndiza kumhluba abe ze uEsawu.+ Ndiza kuzityhila iindawo zakhe ezifihlakeleyo,+ yaye akukho mntu uya kukwazi ukuzifihla.+ Ngokuqinisekileyo inzala yakhe nabazalwana bakhe nabamelwane bakhe baya kuphangwa,+ ibe akayi kubakho.+
10 Kodwa mna ke, ndiza kumhluba abe ze uEsawu.+ Ndiza kuzityhila iindawo zakhe ezifihlakeleyo,+ yaye akukho mntu uya kukwazi ukuzifihla.+ Ngokuqinisekileyo inzala yakhe nabazalwana bakhe nabamelwane bakhe baya kuphangwa,+ ibe akayi kubakho.+