Duteronomi 28:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Yaye akusayi kuba nako ukonwaba phakathi kwezo ntlanga,+ ingabi nakuphumla intende yonyawo lwakho; akunike khona apho uYehova ukungcangcazela kwentliziyo+ nokufiphala kwamehlo+ nokuphelelwa lithemba komphefumlo. Yobhi 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Iliso lam linorhatyazo ngenxa yokukhathazeka+Yaye onke amalungu am afana nesithunzi. INdumiso 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+Laluphele ngenxa yabo bonke abo babonakalisa ubutshaba kum.+ Isaya 59:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Simana siphuthaphutha udonga njengabantu abaziimfama, kwaye siyaphuthaphutha njengabo bangenamehlo.+ Sikhubeke emini enkulu njengasekutshoneni kwelanga; phakathi kwabomeleleyo sinjengabafileyo.+ IZililo 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Amehlo am aphelile ziinyembezi.+ Amathumbu am ayabila.+Isibindi sam siphalalele emhlabeni kanye,+ ngenxa yokuwa kwentombi yabantu bam,+Ngenxa yokutyhafa komntwana nowanyayo kwiindawo zembutho zedolophu leyo.+
65 Yaye akusayi kuba nako ukonwaba phakathi kwezo ntlanga,+ ingabi nakuphumla intende yonyawo lwakho; akunike khona apho uYehova ukungcangcazela kwentliziyo+ nokufiphala kwamehlo+ nokuphelelwa lithemba komphefumlo.
7 Iliso lam libuthathaka ngenxa yengqumbo,+Laluphele ngenxa yabo bonke abo babonakalisa ubutshaba kum.+
10 Simana siphuthaphutha udonga njengabantu abaziimfama, kwaye siyaphuthaphutha njengabo bangenamehlo.+ Sikhubeke emini enkulu njengasekutshoneni kwelanga; phakathi kwabomeleleyo sinjengabafileyo.+
11 Amehlo am aphelile ziinyembezi.+ Amathumbu am ayabila.+Isibindi sam siphalalele emhlabeni kanye,+ ngenxa yokuwa kwentombi yabantu bam,+Ngenxa yokutyhafa komntwana nowanyayo kwiindawo zembutho zedolophu leyo.+