IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 4:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ekubeni ngoku uphangiwe, yintoni na oya kuyenza, ekubeni wawufudula usambatha ezingqombela, ekubeni wawufudula uzivathisa ngezihombo zegolide, ekubeni wawufudula uwenza makhulu amehlo akho ngesithambiso esimnyama?+ Kwakulilize ukufudula uzenza mhle kwakho.+ Abo bakukhanukayo bakugatyile; bafuna umphefumlo wakho kanye.+

  • Hezekile 16:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 ke ngoko yabona, ndiqokelela ndawonye bonke abo uthandana nabo owawuyolisa kubo nabo bonke abo wawubathanda kunye nabo wawubathiyile, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye nxamnye nawe bevela macala onke ndize ndibutyhile ubuze bakho kubo, babubone bonke ubuze bakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share