Duteronomi 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+ INdumiso 106:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Babebingelela ngoonyana babo+Nangeentombi zabo kwiidemon.+ Yeremiya 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+
10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+
31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+