IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 14:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ke nina, aniyi kungena ezweni endaliphakamisela isandla sam+ ndifunga ukuba ndinihlalise kulo, ngaphandle kukaKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+

  • Hezekile 34:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “‘Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi kubo: “Ndim lo, mna ngokwam, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kugweba phakathi kwemvu etyetyisiweyo nemvu ebhityileyo,

  • Malaki 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Umele ahlale njengomsulungekisi nomcoci wesilivere+ yaye umele abahlambulule oonyana bakaLevi;+ kwaye umele abacikize njengegolide+ nanjengesilivere, yaye ngokuqinisekileyo kuYehova baya kuba ngabantu abanikela umnikelo osisipho+ ngobulungisa.

  • Mateyu 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe, yaye uya kusicoca ngokupheleleyo isanda sakhe, ayihlanganisele kuvimba+ ingqolowa yakhe, kodwa wona umququ uya kuwutshisa+ ngomlilo ongacimekiyo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share