Duteronomi 29:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’ 2 Kronike 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nam ndiza kubancothula kumhlaba wam endabanika wona;+ nale ndlu endiyingcwalisele+ igama lam, ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye ndiya kuyenza umzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.+ IZililo 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYehova ukwenzile oko wayenako engqondweni.+ Ulifezile ilizwi lakhe,+Oko wayekuyalele kwakwimihla yakudala.+ Uchithile yaye akabonisanga mfesane.+Yaye ubangela utshaba lube nemihlali ngenxa yakho.+ Ulwenze lwaphakama uphondo lweentshaba zakho.+
24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’
20 nam ndiza kubancothula kumhlaba wam endabanika wona;+ nale ndlu endiyingcwalisele+ igama lam, ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye ndiya kuyenza umzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.+
17 UYehova ukwenzile oko wayenako engqondweni.+ Ulifezile ilizwi lakhe,+Oko wayekuyalele kwakwimihla yakudala.+ Uchithile yaye akabonisanga mfesane.+Yaye ubangela utshaba lube nemihlali ngenxa yakho.+ Ulwenze lwaphakama uphondo lweentshaba zakho.+