Duteronomi 29:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’ 1 Kumkani 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke. INdumiso 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehova waziwa ngomgwebo awuphumezileyo.+Ngomsebenzi wezandla zakhe ongendawo urhintyelwe.+Higayoni. Seʹlah.
24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’
7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.
16 UYehova waziwa ngomgwebo awuphumezileyo.+Ngomsebenzi wezandla zakhe ongendawo urhintyelwe.+Higayoni. Seʹlah.