17 “‘Indoda esukuba ithabatha udade wayo, intombi kayise nokuba yintombi kanina, yabubona ubuze bakhe, waza naye wabubona ubuze bayo, lihlazo elo.+ Ngoko mabanqunyulwe emehlweni oonyana babantu bakowabo. Bubuze bodade wayo obo ibutyhilileyo. Iya kuphendula ngenxa yesiphoso sayo.