Duteronomi 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana,+ nisale nimbalwa+ phakathi kweentlanga aya kunigxothela kuzo uYehova. Duteronomi 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+ Hezekile 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Baya kwazi ukuba ndinguYehova xa ndibasasaza phakathi kweentlanga ndize okunene ndibachithachithe emazweni.+
27 Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana,+ nisale nimbalwa+ phakathi kweentlanga aya kunigxothela kuzo uYehova.
25 UYehova wokubangela woyiswe ziintshaba zakho.+ Uya kuphuma ngandlela-nye ukuya kuzo, kodwa uya kusaba phambi kwazo ngeendlela ezisixhenxe; ube yinto eqhiphul’ umbilini kwizikumkani zonke zomhlaba.+
15 Baya kwazi ukuba ndinguYehova xa ndibasasaza phakathi kweentlanga ndize okunene ndibachithachithe emazweni.+