Hezekile 21:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaye ndiza kuphalaza phezu kwakho isiqalekiso sam. Ndiya kukuvuthela ngomlilo wokuvutha komsindo wam,+ ndikunikele esandleni samadoda angaqiqiyo, iingcibi ekonakaliseni.+
31 Kwaye ndiza kuphalaza phezu kwakho isiqalekiso sam. Ndiya kukuvuthela ngomlilo wokuvutha komsindo wam,+ ndikunikele esandleni samadoda angaqiqiyo, iingcibi ekonakaliseni.+