Levitikus 11:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 ukuze kwahlulwe+ okungahlambulukanga kokuhlambulukileyo, nesidalwa esiphilayo esidliwayo kwisidalwa esiphilayo esingadliwayo.’” IZenzo 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uPetros wathi: “Nakanye, Nkosi, ngenxa yokuba andizange ndiyidle nantoni na eyinqambi nengahlambulukanga.”+
47 ukuze kwahlulwe+ okungahlambulukanga kokuhlambulukileyo, nesidalwa esiphilayo esidliwayo kwisidalwa esiphilayo esingadliwayo.’”
14 Kodwa uPetros wathi: “Nakanye, Nkosi, ngenxa yokuba andizange ndiyidle nantoni na eyinqambi nengahlambulukanga.”+