Genesis 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uAbraham wasondela waza wathi: “Ngaba ngokwenene uya kulitshayela ilungisa kunye nongendawo kusini na?+ Eksodus 32:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UMoses wambongoza uYehova uThixo wakhe,+ wathi: “Yini na, Yehova, ukuba uvuthe umsindo wakho+ kubantu bakho obakhuphileyo ezweni laseYiputa ngamandla amakhulu nangesandla esomeleleyo?
23 Ngoko uAbraham wasondela waza wathi: “Ngaba ngokwenene uya kulitshayela ilungisa kunye nongendawo kusini na?+
11 UMoses wambongoza uYehova uThixo wakhe,+ wathi: “Yini na, Yehova, ukuba uvuthe umsindo wakho+ kubantu bakho obakhuphileyo ezweni laseYiputa ngamandla amakhulu nangesandla esomeleleyo?