Isaya 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+ Nahum 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngubani na onokuma phambi kwesiqalekiso sakhe?+ Yaye ngubani na onokuphakama nxamnye nobushushu bomsindo wakhe?+ Umsindo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuphalazwa njengomlilo,+ namawa aya kudilika ngenxa yakhe.
22 Kuba nangona abantu bakho, Sirayeli, beya kungqineka bengangentlabathi yolwandle,+ yintsalela nje eya kubuya phakathi kwabo.+ Intshabalaliso+ ekugqitywe kuyo iya kuba ngumkhukula ngobulungisa,+
6 Ngubani na onokuma phambi kwesiqalekiso sakhe?+ Yaye ngubani na onokuphakama nxamnye nobushushu bomsindo wakhe?+ Umsindo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuphalazwa njengomlilo,+ namawa aya kudilika ngenxa yakhe.