IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 16:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba inkanuko yakho iphalaziwe+ kwaza kwatyhilwa nobuze bakho+ kwizenzo zakho zobunongogo kwabo bathandana nawe+ nakwizithixo zakho ezinezothe ezicekisekayo,+ kwanegazi loonyana bakho owabanikela kubo,+

  • Hezekile 16:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 ke ngoko yabona, ndiqokelela ndawonye bonke abo uthandana nabo owawuyolisa kubo nabo bonke abo wawubathanda kunye nabo wawubathiyile, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye nxamnye nawe bevela macala onke ndize ndibutyhile ubuze bakho kubo, babubone bonke ubuze bakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share