Hoseya 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuqaliseni kokufika kwelizwi likaYehova kuHoseya, wathi uYehova kuHoseya: “Yiya,+ uzithabathele umfazi wobuhenyu nabantwana bobuhenyu, ngenxa yokuba ngohenyuzo ilizwe limkile ekulandeleni uYehova.”+ Yakobi 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+
2 Ekuqaliseni kokufika kwelizwi likaYehova kuHoseya, wathi uYehova kuHoseya: “Yiya,+ uzithabathele umfazi wobuhenyu nabantwana bobuhenyu, ngenxa yokuba ngohenyuzo ilizwe limkile ekulandeleni uYehova.”+
4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+