IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Kwaye, khangela! ndiza kukufaka iintambo+ ukuze ungaguquki usuke kwelinye icala lakho uye kwelinye icala lakho, zide ziphele iintsuku zokungqinga kwakho.

  • Yohane 21:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Inene, inene, ndithi kuwe, Xa wawusemncinane, wawufudula uzibhinqisa ngokwakho uze uhambahambe apho ufuna khona. Kodwa xa ukhule wamdala uya kuzolula izandla zakho, ubhinqiswe+ ngomnye umntu aze akuthwalele apho unganqweneliyo.”+

  • IZenzo 20:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 ngaphandle kokuba kwizixeko ngezixeko umoya oyingcwele+ ngokuphindaphindiweyo unikela ubungqina kum njengoko usithi ndilindwe yimixokelelwane neembandezelo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share