Zefaniya 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba, yona ke iGaza, iya kuba sisixeko esishiyiweyo;+ neAshkelon iya kuba yinkangala ephanzileyo.+ Yona ke iAshdode,+ baya kuyigxotha emini enkulu;+ yona ke iEkron, iya kuncothulwa.+
4 Kuba, yona ke iGaza, iya kuba sisixeko esishiyiweyo;+ neAshkelon iya kuba yinkangala ephanzileyo.+ Yona ke iAshdode,+ baya kuyigxotha emini enkulu;+ yona ke iEkron, iya kuncothulwa.+