Yeremiya 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Baya kubamba isaphetha nentshuntshe.+ Bakhohlakele, yaye abayi kuba nalusizi. Ilizwi labo liya kugquma njengolwandle,+ kwaye baya kukhwela amahashe.+ Baya kuma ngokolungelelwano lwedabi njengendoda yemfazwe nxamnye nawe, ntombi yaseZiyon.”+ Habhakuki 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Amahashe alo angqineke ekhawuleza ngaphezu kwamahlosi, yaye angqineke endlongondlongo ngaphezu kweengcuka zangokuhlwa.+ Amahashe alo emfazwe agqubile, yaye amahashe alo emfazwe avela kude. Atshwebeleza okokhozi olukhawulezela ukuya kudla okuthile.+
23 Baya kubamba isaphetha nentshuntshe.+ Bakhohlakele, yaye abayi kuba nalusizi. Ilizwi labo liya kugquma njengolwandle,+ kwaye baya kukhwela amahashe.+ Baya kuma ngokolungelelwano lwedabi njengendoda yemfazwe nxamnye nawe, ntombi yaseZiyon.”+
8 Amahashe alo angqineke ekhawuleza ngaphezu kwamahlosi, yaye angqineke endlongondlongo ngaphezu kweengcuka zangokuhlwa.+ Amahashe alo emfazwe agqubile, yaye amahashe alo emfazwe avela kude. Atshwebeleza okokhozi olukhawulezela ukuya kudla okuthile.+