Yeremiya 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Khangela! Uya kunyuka njengamafu emvula, neenqwelo zakhe zinjengomoya osisaqhwithi.+ Amahashe akhe anamendu ngakumbi kuneenkozi.+ Yeha ke thina, ngenxa yokuba siphangiwe!
13 Khangela! Uya kunyuka njengamafu emvula, neenqwelo zakhe zinjengomoya osisaqhwithi.+ Amahashe akhe anamendu ngakumbi kuneenkozi.+ Yeha ke thina, ngenxa yokuba siphangiwe!