Hezekile 27:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ekuphumeni koovimba bakho+ kwisithabazi solwandle,+ wanelisa izizwana ezininzi.+ Ngentabalala yezinto zakho zexabiso nezinto zakho zokunaniselana ubenze bazizityebi ookumkani bomhlaba.+ 1 Timoti 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+
33 Ekuphumeni koovimba bakho+ kwisithabazi solwandle,+ wanelisa izizwana ezininzi.+ Ngentabalala yezinto zakho zexabiso nezinto zakho zokunaniselana ubenze bazizityebi ookumkani bomhlaba.+
17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+