Hezekile 26:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iya kuba yindawo yokomisa iminatha+ erhuqwayo phakathi kolwandle.’+ “‘Kuba mna ndithethile,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘kwaye iya kuphangwa ziintlanga.
5 Iya kuba yindawo yokomisa iminatha+ erhuqwayo phakathi kolwandle.’+ “‘Kuba mna ndithethile,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘kwaye iya kuphangwa ziintlanga.