Numeri 14:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokwenani leentsuku enalihlola ngazo ilizwe, iintsuku ezingamashumi amane,+ usuku lube ngunyaka,+ niya kuphendula ngeziphoso zenu iminyaka engamashumi amane,+ ukuze nazi ukuba kuthetha ukuthini na ukwahlukaniswa kwam nani.+
34 Ngokwenani leentsuku enalihlola ngazo ilizwe, iintsuku ezingamashumi amane,+ usuku lube ngunyaka,+ niya kuphendula ngeziphoso zenu iminyaka engamashumi amane,+ ukuze nazi ukuba kuthetha ukuthini na ukwahlukaniswa kwam nani.+