IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngosuku lweshumi elinesine lwale nyanga+ oonyana bakaSirayeli bahlanganisana ndawonye bazila ukutya+ benamarhonya+ nothuli.+

  • Yobhi 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Akuphakamisa amehlo awo esekude akazange amqonde ngoko. Aza aphakamisa ilizwi lawo alila, akrazula+ elowo isambatho sakhe esingenamikhono yaye aphosa uthuli phezulu ezulwini lwawela ezintlokweni zawo.+

  • ISityhilelo 18:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Baphosa uthuli phezu kweentloko+ zabo baza badanduluka, belila kwaye bezilile,+ besithi, ‘Yeha, yeha—isixeko esikhulu, abathi kuso bonke abo banezikhephe elwandle+ baba zizityebi+ ngenxa yokuxabisa kwaso kakhulu, kuba ngelixa elinye siye saphanziswa!’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share