IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 11:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 “Ukumkani lowo ke uya kwenza unothanda, aziphakamise, azenze mkhulu kunabo bonke oothixo;+ athethe izinto ezinkulu nxamnye noTHIXO woothixo.+ Ngokuqinisekileyo uya kuphumelela side siphele isiqalekiso;+ ngenxa yokuba kumele kwenzeke oko kugqitywe kuko.

  • 1 Korinte 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba kwanakuba kukho abo babizwa ngokuba “ngoothixo,”+ enoba kusezulwini+ okanye kusemhlabeni,+ kanye njengoko kukho “oothixo” abaninzi “neenkosi” ezininzi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share