Isaya 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.
3 Noko ke, amaYiputa ngabantu basemhlabeni,+ akangoThixo; namahashe awo yinyama,+ asingomoya. UYehova uya kusolula isandla sakhe, yaye lowo unikela uncedo uya kukhubeka,+ nalowo uncedwayo uya kuwa, kwaye kwangaxeshanye bonke baya kuphela.