16 “‘“Ngenxa yeempahla zakho+ zentengiso ezininzi bakuzalisa ngaphakathi ngogonyamelo, waqalisa ke ukona.+ Kwaye ndiya kukukhuphela ngaphandle kwentaba kaThixo njengohlanjelweyo, ndikutshabalalise,+ kherubhi egqubuthelayo, phakathi kwamatye anomlilo.