Malaki 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kubanyathela abangendawo, kuba baya kuba njengomgubo phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini yokukwenza kwam oku,”+ utsho uYehova wemikhosi.
3 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kubanyathela abangendawo, kuba baya kuba njengomgubo phantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini yokukwenza kwam oku,”+ utsho uYehova wemikhosi.