Eksodus 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+ Hezekile 39:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye bonke abantu belizwe kuya kufuneka bangcwabe, ibe ngokuqinisekileyo oko kuya kuba ludumo kubo ngaloo mini yokuzizukisa kwam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.
16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+
13 Yaye bonke abantu belizwe kuya kufuneka bangcwabe, ibe ngokuqinisekileyo oko kuya kuba ludumo kubo ngaloo mini yokuzizukisa kwam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.