IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 74:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wena uluzamazamisile ulwandle ngamandla akho;+

      Uzaphule iintloko zezilo ezikhulu zaselwandle ezisemanzini.+

  • Isaya 27:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngaloo mini uYehova,+ ngekrele lakhe elilukhuni nelikhulu nelomeleleyo,+ uya kuphethulela ingqalelo yakhe kwiLeviyatan,+ inyoka enyebelezayo,+ kuyo kanye iLeviyatan, inyoka egwenxa, yaye ngokuqinisekileyo uya kusibulala eso silo sikhulu saselwandle.+

  • Isaya 30:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 AmaYiputa angamampunge, noncedo lwawo luya kuba lilize.+ Ngoko ke lo ndimbize ngokuthi: “Rahabhi+—bahleli bazola.”

  • Isaya 51:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Vuka, vuka, yambatha amandla,+ ngalo kaYehova!+ Vuka njengakwimihla yakudala, njengasebudeni bezizukulwana zamaxesha akudala.+ Asinguwe na lowo watshitshisa uRahabhi,+ owahlaba isilo esikhulu saselwandle?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share