Eksodus 7:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Zafa iintlanzi ezazikuMlambo umNayile,+ wanuka kakubi uMlambo umNayile; akaba nako amaYiputa ukuwasela amanzi oMlambo umNayile;+ kwaligazi nje ezweni lonke laseYiputa.
21 Zafa iintlanzi ezazikuMlambo umNayile,+ wanuka kakubi uMlambo umNayile; akaba nako amaYiputa ukuwasela amanzi oMlambo umNayile;+ kwaligazi nje ezweni lonke laseYiputa.