Hezekile 32:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiya kusibangela siwe isihlwele sakho ngamakrele abo banamandla, abangcangcazelisi beentlanga, bonke;+ ibe okunene baya kuliphanga iqhayiya leYiputa, sonke ke isihlwele sayo simele sibhujiswe.+
12 Ndiya kusibangela siwe isihlwele sakho ngamakrele abo banamandla, abangcangcazelisi beentlanga, bonke;+ ibe okunene baya kuliphanga iqhayiya leYiputa, sonke ke isihlwele sayo simele sibhujiswe.+