Isaya 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ndiza kuwaxhokonxa amaYiputa nxamnye namaYiputa, yaye ngokuqinisekileyo aya kulwa elowo nomntakwabo, elowo neqabane lakhe, isixeko nxamnye nesixeko, ubukumkani nxamnye nobukumkani.+
2 “Ndiza kuwaxhokonxa amaYiputa nxamnye namaYiputa, yaye ngokuqinisekileyo aya kulwa elowo nomntakwabo, elowo neqabane lakhe, isixeko nxamnye nesixeko, ubukumkani nxamnye nobukumkani.+