Hezekile 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ke ngoko yabona, ndizisa kuwe abasemzini,+ oozwilakhe beentlanga,+ yaye ngokuqinisekileyo ubuhle bobulumko bakho baya kuburholela amakrele baze babuhlambele ubumbejembeje bakho.+ Habhakuki 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uyabona ndinyusa amaKhaledi,+ uhlanga olunobukrakra noludyuduzelayo, oluya kwiindawo ezibanzi zomhlaba ukuze luzidle ilifa iindawo zokuhlala ezingezozalo.+
7 ke ngoko yabona, ndizisa kuwe abasemzini,+ oozwilakhe beentlanga,+ yaye ngokuqinisekileyo ubuhle bobulumko bakho baya kuburholela amakrele baze babuhlambele ubumbejembeje bakho.+
6 Kuba uyabona ndinyusa amaKhaledi,+ uhlanga olunobukrakra noludyuduzelayo, oluya kwiindawo ezibanzi zomhlaba ukuze luzidle ilifa iindawo zokuhlala ezingezozalo.+