Yeremiya 46:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 NgeYiputa,+ ngokuphathelele umkhosi wamajoni kaFaro Neko ukumkani waseYiputa,+ owayengakuMlambo umEfrate eKarkemishe,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamoyisa ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda: Hezekile 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho kuFaro ukumkani waseYiputa+ uze uprofete ngaye nangeYiputa yonke iphela.+
2 NgeYiputa,+ ngokuphathelele umkhosi wamajoni kaFaro Neko ukumkani waseYiputa,+ owayengakuMlambo umEfrate eKarkemishe,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamoyisa ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda:
2 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho kuFaro ukumkani waseYiputa+ uze uprofete ngaye nangeYiputa yonke iphela.+