Levitikus 26:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ekuyaphuleni kwam intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ abafazi abalishumi baya kusibhaka isonka senu eontini enye baze basibuyise isonka senu besilinganisile;+ nidle kodwa ninganeli.+ INdumiso 105:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wabiza indlala yeza kulo ilizwe;+Waphula zonke iintonga ekujingiswa kuzo izonka ezibusazinge.+ Isaya 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, khangela! iNKOSI yokwenyaniso,+ uYehova wemikhosi, ishenxisa inkxaso nesixhaso eYerusalem+ nakwaYuda, isixhaso siphela sesonka nesixhaso siphela samanzi,+ Hezekile 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Xa ndithumela iintolo ezenzakalisayo zendlala kubo,+ ezimele zingqineke zisonakalisa, ntolo ezo ndiya kuzithumela ukuze ndinonakalise,+ kwanendlala ndiya kuyandisa phezu kwenu yaye ndiza kuzaphula iintonga zenu ekujingiswa kuzo izonka ezibusazinge.+
26 Ekuyaphuleni kwam intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ abafazi abalishumi baya kusibhaka isonka senu eontini enye baze basibuyise isonka senu besilinganisile;+ nidle kodwa ninganeli.+
3 Kuba, khangela! iNKOSI yokwenyaniso,+ uYehova wemikhosi, ishenxisa inkxaso nesixhaso eYerusalem+ nakwaYuda, isixhaso siphela sesonka nesixhaso siphela samanzi,+
16 “‘Xa ndithumela iintolo ezenzakalisayo zendlala kubo,+ ezimele zingqineke zisonakalisa, ntolo ezo ndiya kuzithumela ukuze ndinonakalise,+ kwanendlala ndiya kuyandisa phezu kwenu yaye ndiza kuzaphula iintonga zenu ekujingiswa kuzo izonka ezibusazinge.+