Hezekile 17:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Nam ndiza kuthabatha inxalenye yencopho yomthi ephakamileyo yomsedare ndize ndiyimise;+ phezulu kumasetyana awo ndiya kuqhawula elithambileyo+ ndilifudusele entabeni ephakamileyo nende.+
22 “‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Nam ndiza kuthabatha inxalenye yencopho yomthi ephakamileyo yomsedare ndize ndiyimise;+ phezulu kumasetyana awo ndiya kuqhawula elithambileyo+ ndilifudusele entabeni ephakamileyo nende.+