Hezekile 29:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndikuzisela ikrele,+ yaye ndiza kunqumla kuwe umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya.+ Hezekile 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye imijelo yomNayile+ ndiza kuyenza umhlaba owomileyo, ndilithengise ilizwe ezandleni zabantu abanobubi,+ ndiliphanzise ilizwe nokuzala kwalo ngesandla sabasemzini.+ Mna, Yehova, ndithethile.’+
8 “‘Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndikuzisela ikrele,+ yaye ndiza kunqumla kuwe umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya.+
12 Kwaye imijelo yomNayile+ ndiza kuyenza umhlaba owomileyo, ndilithengise ilizwe ezandleni zabantu abanobubi,+ ndiliphanzise ilizwe nokuzala kwalo ngesandla sabasemzini.+ Mna, Yehova, ndithethile.’+