Yeremiya 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ukufa kunyuke ngeefestile zethu; kufikile kwiinqaba zethu zokuhlala, ukuze kunqumle umntwana esitratweni, umfana kwiindawo zembutho.’+ Hezekile 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kwaye, khangela! ndiza kukufaka iintambo+ ukuze ungaguquki usuke kwelinye icala lakho uye kwelinye icala lakho, zide ziphele iintsuku zokungqinga kwakho.
21 Kuba ukufa kunyuke ngeefestile zethu; kufikile kwiinqaba zethu zokuhlala, ukuze kunqumle umntwana esitratweni, umfana kwiindawo zembutho.’+
8 “Kwaye, khangela! ndiza kukufaka iintambo+ ukuze ungaguquki usuke kwelinye icala lakho uye kwelinye icala lakho, zide ziphele iintsuku zokungqinga kwakho.